HIGH HEELS & HIJACK
Of course, Shelley knows better than her mother! Or does she? Tonight is a big night for her — but it could end in disaster. Nothing gets Thabiso down! But what happens the night he's not in his wheelchair? Can his wits pull him through?
‘Young people deal with hate, jealousy, friendship and danger every day - and comedy.' - A reader
Nangoku, uShelley wazi ngcono kunoMama wakhe! Ngenene? Ngokuhlwa nje bubusuku obukhulu kuye — kodwa bungaphela kakubi. Akukho nto emohlulayo uThabiso! Kodwa kwenzeka ntoni ngobusuku apho angahlelanga esitulweni sakhe samavili? Ingaba ukuqiqa kwakhe kuza kumhlangula? ‘Ulutsha lusoloko lujongene nentiyo, umona, ubuhlobo kunye neengozi yonke imihla — nditsho nolonwabo' — Umfundi